1 Corinthians 10:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ezizinto zenzeka ukuba yimilinganiselo kuti, ukuze ke tina singakanukeli izinto ezikohlakeleyo, njengokuba nabo bona bebekanuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto ke zabe ziyimizekelo kuthi, ukuze singabi ngabakhanuki bezinto ezimbi, njengokuba bakhanukayo bona abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezo zinto ke zabe ziyimizekelo kuthi, ukuze singabi ngabakhanuki bezinto ezimbi, njengokuba bakhanukayo bona abo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke zonke ezi zinto ziyimizekelo kuthi ukuze singanqweneli izinto ezimbi njengabo,