1 Corinthians 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako maningabi ngabakonzi bezitixo, njengokuba bebenjalo inxenye yabo; njengokuba kuba̔liwe ukuti: Bahlala pantsi abantu ukutya nokusela, baza besuka ukudlala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo musani ukuba ngababusi bezithixo, njengenxenye yabo; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Abantu bahlala phantsi ukuba badle, basele, baza besuka bema ukuba badlale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo musani ukuba ngababusi bezithixo, njengenxenye yabo; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Abantu bahlala phantsi ukuba badle, basele, baza besuka bema ukuba badlale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
futhi singanquli izithixo njengoko yênzayo inxalenye yabo. Kaloku *iziBhalo zithi: “Abantu bahlala phantsi batya basela, baza baphakama badlala.”