1 Corinthians 10:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako masingamlingi u‐Kristu, njengokuba nenxenye yabo bebelinga, baza babujiswa zinyoka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo masingamhendi uKristu, njengokuba inxenye yabo yahendayo, yaza yatshabalala ziinyoka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo masingamhendi uKristu, njengokuba inxenye yabo yahendayo, yaza yatshabalala ziinyoka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masingamlingi uKrestu njengokuba babesenjenjalo abanye babo, baza babulawa ziinyoka.