1 Corinthians 11:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ke njengokuba yena umfazi evela kuyo indoda, kwa njalo nayo indoda ingaye umfazi; kodwa izinto zonke zivela kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba, njengokuba umfazi ephume kwindoda, ngokunjalo nayo indoda ingaye umfazi; konke ke oko kuphume kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba, njengokuba umfazi ephume kwindoda, ngokunjalo nayo indoda ingaye umfazi; kodwa zonke izinto zikaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanjengokuba kaloku umfazi wathathwa endodeni, ngokunjalo ke nendoda izalwa ngumfazi, yaye ke bobabini bavela kuThixo owadala zonke izinto.