1 Corinthians 11:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa umfazi xeshekweni anenwele ezinde, kububungcwalisa kuye? ngokuba inwele zake zinikwe kuye zibe sisigubungelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena umfazi, ukuba uthi abe neenwele ezinde, kuluzuko oko kuye; ngokuba wazinikwa iinwele ezinde endaweni yesigqubuthelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena umfazi, ukuba uthi abe neenwele ezinde, kuluzuko oko kuye; ngokuba wazinikwa iinwele ezinde endaweni yesigqubuthelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa zilibhongo lomntu obhinqileyo. Kaloku wazinikwa iinwele ezinde ukuze zimgqume.