1 Corinthians 11:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukuqala ke, nakuba nihlangana entlanganisweni, ndisiva ukuba ziko impambano pakati kwenu; kanjalo ndiyakolwa kuko ngokwenxenye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kuqalake, nakuhlangana ebandleni, ndiyeva ukuba kubakho izahlukahlukano phakathi kwenu; ndithi ke kufanele ukuba zikho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kuqalake, nakuhlangana ebandleni, ndiyeva ukuba kubakho izahlukahlukano phakathi kwenu; nam ke ndiyakholwa yiyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndawo yokuqala, ndivile ukuba kwezi nkonzo zenu nahluka-hlukene, ibe ke ndiyaqonda ukuba loo nto ngahle ibe injalo.