1 Corinthians 11:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU ndiyanincoma, bazalwana! ukuba nindikumbula ngento zonke, nokuba nizibamba izinikelwa, kwa njengokuba bendizinikele kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ndiyanidumisa, bazalwana, kuba nindikhumbula ngeendawo zonke, nizibambile izithethe, njengoko ndaninikelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ndiyanidumisa, bazalwana, kuba nindikhumbula ngeendawo zonke, nizibambile izithethe, njengoko ndaninikelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyanincoma ngokusoloko nindikhumbula, nizigcina nezithethe endininike zona.