1 Corinthians 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ekutyeni omnye uyapangela omnye ukutabata esake isidlo sokuhlwa; aze lo alambe, nalowo anxile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ekudleni kwenu elowo udla okwakhe ukudla; uqala adle, bengekafiki abanye, aze omnye alambe, omnye anxile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku xa batyayo elowo udla owakhe isidlo, aze omnye alambe, omnye anxile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba omnye uzityela yedwa, baze abanye basale belambile ngeli lixa abanye benxila.