1 Corinthians 11:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa makati umntu azibence, enje njalo ke ukutya kwisonka eso nokusela kwindebe leyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, asele kwindebe leyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, ayisele nendebe leyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makazicikide ke ngoko ngokwakhe umntu, aze ke asitye isonka eso, ayisele nendebe leyo;