1 Corinthians 11:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndifuna ukuba nikwazi, okokuba intloko yamadoda onke ingu‐Kristu; kanjalo intloko yomfazi, yindoda; nentloko ka‐Kristu, ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke ndithanda ukuba nazi, ukuba intloko yomntu wonke oyindoda nguKristu, intloko ke yomfazi yindoda, intloko ke kaKristu nguThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ndithanda ukuba nazi, ukuba intloko yomntu wonke oyindoda nguKristu; intloko yomfazi yindoda; intloko ke kaKristu nguThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ndifuna nicacelwe kukuba njengoko uKrestu ongamele indoda nganye, yindoda eyongamele umkayo, nanjengoko uKrestu onganyelwe nguThixo.