1 Corinthians 11:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa siti sakugwetywa sohlwaywe yinkosi, ukuze singagqibeli ukugwetywa kunye nelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sigwetywa nje ke, siyaqeqeshwa yiNkosi, ukuze singasingelwa phantsi ndawonye nehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sigwetywa nje ke, siyaqeqeshwa yiNkosi, ukuze singasingelwa phantsi ndawonye nehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ke sisohlwaywa nje, siyaqeqeshwa yiNkosi, ukuze singagwetywa kunye nehlabathi.