1 Corinthians 11:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Indoda esukuba itandaza umhlaumbi iprofitesha, inento entlokweni, iyahlazisa intloko yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu wonke oyindoda, ethandaza, mhlawumbi eprofeta, enento entloko, uya intloko yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu wonke oyindoda, ethandaza, mhlawumbi eprofeta, enento entloko, uya intloko yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke indoda ethandazayo okanye eshumayelayo enkonzweni ithwele into entloko, iyamhlaza uKrestu.