1 Corinthians 11:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kanjalo indoda ibingadalwanga ngenxa yake umfazi, koko umfazi wadalwa ngenxa yayo indoda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba indoda ayidalwanga ngenxa yomfazi, kwadalwa umfazi ngenxa yendoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba indoda ayidalwanga ngenxa yomfazi; umfazi ke ngendoda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Asiyondoda eyadalwa ngenxa yomfazi, ngumfazi owadalwa ngenxa yendoda.