1 Corinthians 12:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa zonke ezi uyazenza oyena mnye umoya okwa nguye lowo, ebabela bonke abanye ngabanye njangokuba evuma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ke ezo zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye;umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke ke ezi zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ngulo Moya mnye owenza yonke le nto; umntu ngamnye umnika isipho esahlukileyo ngokubona kwakhe.