1 Corinthians 12:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni lutshoyo unyawo ukuti: Kuba ndingesiso isandla, andiyinto yasemzimbeni; alubi ngenxa yoku lungeyinto yasemzibeni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba luthe unyawo, Ngokuba ndingesiso isandla, andingowasemzimbeni, luthi, ngenxa yoko, lungabi lolwasemzimbeni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba luthe unyawo, Ngokuba ndingesiso isandla, andingowasemzimbeni; Lo asingowasemzimbeni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba unyawo belungáthi: “Kaloku mna andisosandla, ngoko ke andingowomzimba,” loo nto ibingayi kulwenza unyawo lungabi lolungu lomzimba.