1 Corinthians 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni itshoyo indlebe ukuti: Kuba ndingelilo iliso, andiyinto yasemzimbeni; ayibi ngenxa yoku ingeyinto yasemzimbeni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ithe indlebe, Ngokuba ndingelilo iliso, andingowasemzimbeni, ithi, ngenxa yoko, ingabi yeyasemzimbeni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ithe indlebe, Ngokuba ndingelilo iliso, andingowasemzimbeni; Lo asingowasemzimbeni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba indlebe ibingasuka ithi: “Ngenxa yokuba mna ndingelilo iliso, ngoko ke andingowawo umzimba,” loo nto ibingayi kuyenza ingabi lilo ilungu lomzimba indlebe.