1 Corinthians 12:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ukuba wona onke ebelilo ilungu nye, ubuya kuba pina umzimba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba amalungu onke ebelilungu elinye qha, ibingàyi kuba ngumzimba loo nto.