1 Corinthians 12:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa amalungu etu amahle akanaku bu swela: koko utixo awumanyileyo umzimba kunye, elunikile nje udumo olukulu ngakumbi kulo ndawo e lu swelayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amalungu ethu ke abekekileyo akufuneki nto kuwo. Usuke uThixo wawumanya umzimba, wathi ilungu elingento walibeka kweyona mbeko inkulu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amalungu ethu ke abekekileyo akufuneki nto kuwo. Usuke uThixo wawumanya umzimba, wathi ilungu elingento walibeka kweyona mbeko inkulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nto leyo ingeyomfuneko kumalungu afanelekileyo. UThixo umzimba uwakhe ngohlobo lokuba amalungu adelekileyo ibe ngawona ahlonitshwayo.