1 Corinthians 12:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze kungabiko impambano emzimbeni, koko ati amalungu afane ukukatalelana kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze kungabikho kwahlukahlukana emzimbeni, kubekho ukunyamekelana kwamalungu ngakunye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze kungabikho kwahlukahlukana emzimbeni; kodwa ukuba amalungu anyamekelane;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke akukho kubukulana emzimbeni – asuka amalungu onke ilelo linyamekele elinye.