1 Corinthians 12:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko namasebenzi ngamasebenzi, kodwa ngutixo okwa mnye okwenzayo konke kubo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho nezabelo ngezabelo zeentsebenzo, kodwa ke ikwanguloo Thixo mnye uzisebenzayo izinto zonke kubo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho nezabelo ngezabelo zeentsebenzo, kodwa ke ikwanguloo Thixo mnye uzisebenzayo izinto zonke kubo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kukho iintlobo-ntlobo zeziphiwo zamandla okusebenza, kodwa xa zizonke zivela kuThixo, ikwanguye nozabela ulowo nalowo.