1 Corinthians 12:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kunikwa komnye ngaye umoya ilizwi lobulumko; nakomnye ilizwi lokwazi ngokwalowo umoya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba omnye okunene uphiwa ngaye uMoya ilizwi lobulumko;kodwa ke omnye, ilizwi lokwazi kwangokwaloo Moya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba omnye okunene uphiwa ngaye uMoya ilizwi lobulumko; omnye ke, ilizwi lokwazi kwangaloo Moya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu othile uMoya umnika ubulumko, aze omnye amnike ukwazi.