1 Corinthians 13:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa xeshekweni kufika oko kufezekileyo, kuya kwandula oko kungokwenxenye kutshabalale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa kuthe ke kwafika okuzalisekileyo, kuya kwandula ukuphuthiswa okuyinxenye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa kuthe ke kwafika okuzalisekileyo, kuya kwandula ukuphuthiswa okuyinxenye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke xa kuthe kwafika oko kugqibeleleyo okungagqibelelanga kuya kuphuthiswa konke.