1 Corinthians 13:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
luyanyamezela izinto zonke, luyakolwa zizinto zonke, luyatemba izinto zonke, lunomonde ezintweni zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Luthwala iinto zonke; lukholwa ziinto zonke; luthemba iinto zonke; lunyamezela iinto zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Luthwala iinto zonke; lukholwa ziinto zonke; luthemba iinto zonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthando aluncami; lukholwa zizinto zonke, luthemba izinto zonke, lunyamezela izinto zonke.