1 Corinthians 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utando alutshitshi napakade: kodwa nokuba ziziprofitesho, ziya kutshabalala; nokuba zinteto, ziya kupela; nokuba kukwazi, kuya kutshabalala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthando aluze lutshitshe; nokuba ke ziziprofeto, ziya kubhangiswa; nokuba ziilwimi, ziya kupheza; nokuba kukwazi, kuya kuphuthiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthando aluze lutshitshe; nokuba ke ziziprofeto, ziya kutshitshiswa; nokuba ziilwimi, ziya kupheza; nokuba kukwazi, kuya kuphuthiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthando alupheli. Zikho zona iintshumayelo ezinefuthe, kodwa ziyatshitsha. Zikho neziphiwo zokuthetha iilwimi, kodwa nazo ziyabhanga. Kukwakho nokwazi, kodwa kuyadlula nako.