1 Corinthians 14:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
PUTUMANI utando; niti noko nizondelele izipiwo ezibumoya, kodwa ngokukulu ukuba niprofiteshe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke langazelelani uthando, ningaziyeki phofu nezinye izipho zoMoya, ingakumbi isiphiwo sokushumayela.