1 Corinthians 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ngoko ndingakwazi ukutsho kwelizwi, ndoba ngumsomi kulowo utetayo, naye otetayo woba ngumsomi kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko andithanga ndiyazi intsingiselo yentetho, ndoba ngumbharbhari kothethayo, nothethayo woba ngumbharbhari kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ngoko andithanga ndiyazi intsingiselo yentetho, ndoba ngumbharbhari kothethayo, nothethayo woba ngumbharbhari kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke andilwazi ulwimi oluthethwayo, lowo uluthethayo uya kuba yintlanga kum, nam ndibe yintlanga kuye.