1 Corinthians 14:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinto nina ngoko? Ndiya kutandaza ngomoya wam, kodwa ndiya kutandaza ngengqondo yam nayo: ndiya kucula ngomoya wam, kodwa ndiya kucula ngengqondo yam nayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthini na ke ngoko? Ndiya kuthandaza ngomoya, ndithandaze nangengqiqo; ndiya kuvuma ngomoya, ndivume nangengqiqo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthini na ke ngoko? Ndiya kuthandaza ngomoya, ndithandaze nangengqiqo; ndiya kuvuma ngomoya, ndivume nangengqiqo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mandithini ke? Mandithandaze ndawonye nomoya wam, kodwa ndithandaze ngengqiqo; mandimemelele ngomoya, futhi ndimemelele ngengqiqo.