1 Corinthians 14:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena okunene ulungisa ukubulela, koko yena omnye engamiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okunene wena uyatyapha ukubulela, kodwa onguwumbi akakheki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okunene wena uyatyapha ukubulela, kodwa onguwumbi akakheki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona wona umthandazo wakho uvakala kuThixo, awuloncedo komnye umntu.