1 Corinthians 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke ezinye inteto azingumqondiso kwabo bakolwayo, zinguwo kwabangakoliweyo: kodwa isiprofitesho asiyinto yabangakoliweyo, siyinto yabo bakolwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke iilwimi ezi zikho ukuba zibe ngumqondiso kwabo bangakholwayo, kungekubo abakholwayo: ke sona isiprofeto asisesabangakholwayo, sesabakholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke iilwimi ezi zikho ukuba zibe ngumqondiso kwabo bangakholwayo, kungekubo abakholwayo: ke sona isiprofeto asisesabangakholwayo, sesabakholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke isiphiwo sokuthetha iilwimi sikholo ukuba sibe ngumqondiso kwabangakholwayo, ingekuko kwabakholwayo. Ke sona isiphiwo sokushumayela singumqondiso kwabakholwayo, ingekuko kwabangakholwayo.