1 Corinthians 14:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ngoko iṙemente yonke ihlangana ndawonye, bati bonke batete nge zinye inteto, kuze kungene abangenalufundo, umhlaumbi abangakoliweyo, abaya kutsho na ukuti niyageza?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko lithe lahlangana ndawonye ibandla liphela, bathetha bonke ngalwimi zimbi, kwaza kwangena abangenakwazi, nokuba ngabangakholwayo, abasayi kuthi na, niyageza?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa lithe lahlangana ndawonye ibandla liphela, bathetha bonke ngalwimi zimbi, kwaza kwangena abangenakwazi, nokuba ngabangakholwayo, abasayi kuthi na, niyageza?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa lihlangene ke ibandla, waza ulowo nalowo wasuka wathetha iilwimi, kwaza kwathi kusenjalo kwafika abanye abangayiqondiyo le nto okanye abangengomakholwa, abayi kuthi niphambene?