1 Corinthians 14:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ke kuko otetayo nge nye inteto, makube ngababini, umhlaumbi ngabangagqiti abatatu, makube nangokulandelana; ati omnye akumshe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo ukuba umntu uthetha ngalulwimi lumbi, makuthethe babini, mhlawumbi bathathu, bangegqithi, kube ngokulandelelana, aze omnye acacise intetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ukuba umntu uthetha ngalulwimi lumbi, makuthethe babini, mhlawumbi bathathu, bangegqithi, kube ngokulandelelana, aze omnye atolike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba nithetha ngeelwimi mababe babini okanye bangagqithi esithathwini abathethayo; nalapho ke makuthethe abe mnye ngexesha, aze ke omnye abatolikele.