1 Corinthians 14:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ningaprofiteshayo nonke omnye ngomnye, ukuze bonke bafunde, nokuba bonke bonwatyiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ninako ukuprofeta ngabanye nonke, ukuze bafunde bonke, bavuselelwe bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ninako ukuprofeta ngabanye nonke, ukuze bafunde bonke, bavuselelwe bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kungcono ninikane izithuba xa nishumayelayo, ukuze xa lilonke ibandla lifumane imfundiso nenkuthazo.