1 Corinthians 14:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako umoya wabaprofite ululamela kubaprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo oomoya babaprofeti bayabalulamela abaprofeti;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye oomoya babaprofeti bayabathobela abaprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo ushumayelayo makazibambe, hleze ifuthe analo liyone intshumayelo,