1 Corinthians 14:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo engengowesipitipiti, ungowoxolo, njengakuzo zonke iṙemente zabangcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uThixo akangowesiphithiphithi, ngowoxolo; njengokuba kunjalo kuwo onke amabandla abangcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo akangowesiphithiphithi, ngowoxolo; njengokuba kunjalo kuwo onke amabandla abangcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uThixo lo ngowenzolo, akangowombhodamo. Njengakuwo onke amabandla abantu bakaThixo,