1 Corinthians 14:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba bayafuna ukufunda into, mababuze ekaya kwawabo amadoda: ngokuba kuyinto embi kubafazi ukuba batete entlanganisweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke banga bangaqonda into, mabayibuze ekhaya kwawabo amadoda; kuba lihlazo kubafazi ukuthetha ebandleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke banga bangaqonda into, mabayibuze ekhaya kwawabo amadoda; kuba lihlazo kubafazi ukuthetha ebandleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kukho into afuna ukuyiqonda makayibuze kubayeni bawo emakhaya. Kaloku ilihlazo into yokuba inkosikazi ithethe entlanganisweni yebandla.