1 Corinthians 14:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilizwi likatixo lapuma kuni yinina? leza kufika kuni nedwa kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanene ilizwi likaThixo laphuma livela kuni na? lafika kuni nedwa, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yintoni na? Kanene ilizwi likaThixo laphuma livela kuni na? Ngaba lize kuni nedwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ke ilizwi likaThixo laqala kuni? Okanye ngaba nini kuphela abantu elifikeleleyo kubo ilizwi likaThixo?