1 Corinthians 14:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kuko umntu oba ungumprofite umhlaumbi ungobumoya, makavume izinto endiziba̔layo ukuba ziyimiyalelo yenkosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na ozicingela ukuba ungumshumayeli okanye unesiphiwo soMoya, makaqonde ukuba le nto ndiyibhalayo inomnwe weNkosi.