1 Corinthians 14:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba umntu akanakwazi, makabe engenakwazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba umntu akazi, makangazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba umntu akazi, makangazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba akayamkeli le mfundiso, naye akamkelwa nguThixo.