1 Corinthians 14:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa nezinto ezingenakudliwa kwobomi zisenza intlokoma, nokuba ngumlozi, nokuba luhadi, noko, xeshekweni zingenzi ukwahluka ekuhlokomeni, kwotiwa nina ukwaziwa oko kulozwayo umhlaumbi oko kubetwayo ngohadi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khona kwizinto ezihlokomayo ezingenamphefumlo, ezinjengembande, nohadi, ukuba azithanga zahlule ukuhlokoma kwazo, bekungathiwani na ukwaziwa oko kubethwayo ngembande, noko kubethwayo ngohadi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khona kwizinto ezihlokomayo ezingenamphefumlo, ezinjengembande, nohadi, ukuba azithanga zahlule ukuhlokoma kwazo, bekungathiwani na ukwaziwa oko kubethwayo ngembande, noko kubethwayo ngohadi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nasengomeni izinto ezinjengoomaxilongo noozikatala zikhala ngokwahlukeneyo. Okanye xa kungenjalo ngubani ongayilandelayo ingoma ukuba azikhali ngokucacileyo?