1 Corinthians 14:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kanjako xeshekweni ixilongo liyenza intlokoma engavekiyo, ngubanina oya kuzilungisela ukulwa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kanjalo, xa ixilongo lithe lalila ngezwi elingaqondakaliyo, ngubani na owoyixhobela imfazwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kanjalo, xa ixilongo lithe lalila ngezwi elingaqondakaliyo, ngubani na owoyixhobela imfazwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khona, ukuba ngaba umkhalisi-sigodlo akasikhalisanga ngokucacileyo, ngubani owoyixhobela imfazwe?