1 Corinthians 15:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abafileyo ukuba abavuki, u‐Kristu naye akavukanga ke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba abafileyo abavuki, noKristu woba akavukanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba abafileyo abavuki, noKristu woba akavukanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba, ukuba ngaba abafileyo abavuki, noKrestu ke akazange avuke ekufeni.