1 Corinthians 15:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba efanele ukupata ubukumkani, ade azibeke zonke intshaba zake ngapantsi kwenyawo zake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umelwe yena kukuthi alawule, ade azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umelwe yena kukuthi alawule, ade azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKrestu kaloku umelwe kukulawula lo gama uThixo amoyisela zonke iintshaba.