1 Corinthians 15:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndandinikela kuni ukuqala, oko endati kanjalo ndakwamkela, ukuba u‐Kristu wafela izono zetu, njengokweziba̔lo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndaninikela kweziyintloko izinto oko ndakwamkelayo nokukwamkela: okokuba uKristu wazifela izono zethu ngokwezibhalo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndaninikela kweziyintloko izinto oko ndakwamkelayo nokukwamkela: okokuba uKristu wazifela izono zethu, ngokwezibhalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndawo yokuqala ndazigqithisela kuni ezona ndawo ndazamkelayo, ezi zokuba uKrestu wafela izono zethu, ngokutsho *kweziBhalo,