1 Corinthians 15:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Qabukani ngokulungileyo, nize ningoni; ngokuba inxenye bengenakumazi utixo: ndiyateta oku nize nibe nentloni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Qabukani kakuhle, ningoni; kuba inxenye inentswela-kumazi uThixo; nditsho kuni ukuba nidane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vumelani ubulungisa, ningoni; kuba inxenye inentswela-kumazi uThixo; nditsho ukuba nidane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Buyelani engqondweni nahlukane nezono. Abazani noThixo abanye benu. Loo nto ndiyithetha ukuze nidane.