1 Corinthians 15:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko kuya kuti umntu: Batiwa nina abafileyo ukuvuswa? kanjako bayeza ngomzimba onjanina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wosuka ubani athi, Bathini na ukuvuka abafileyo? Beza benamzimba unjani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wosuka ubani athi, Bathini na ukuvuka abafileyo? beza benamzimba mni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlawumbi omnye uya kubuza athi: “Bavuka kanjani na abafileyo? Bavuka benomzimba onjani na?”