1 Corinthians 15:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa utixo uyanika kulo isibili njengokuba etandile, nakuzo zonke imbewu ngezinye ezazo izibili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uThixo ke ulunika isiqu, njengoko athandileyo; iyileyo imbewu uyinika esisesayo isiqu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uThixo ulunika isiqu, njengoko athandileyo; iyileyo imbewu uyinika esisesayo isiqu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imbewu nganye uThixo uyinika isimo esiyifaneleyo ngokuthanda kwakhe.