1 Corinthians 15:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke inyama ayikwa yiyo yona inyama: koko kuko enye inyama yabantu, enye inyama yenkomo, enye yentlanzi, enye yentaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke inyama ayinyama-nye; enye yinyama yabantu, enye yinyama yeenkomo, enye yeyeentlanzi, enye yeyeentaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke inyama ayinyama-nye; enye yinyama yabantu, enye yinyama yeenkomo, enye yeyeentlanzi, enye yeyeentaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inyama yezinto eziphilayo ayifani; ikho eyabantu, ikho neyezilwanyana, neyeentaka ikhona, kanti ikwakho neyeentlanzi. Xa iyonke ke ayifani.