1 Corinthians 15:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukwa njalo nokuvuka kwabafileyo. Uyahlwayelwa ekuboleni; uyavuswa ekungabolini:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lunjalo ke kanye novuko lwabafileyo. Umzimba uhlwayelwa unokonakala, uvuka ungenakonakala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lunjalo ke kanye novuko lwabafileyo. Uhlwayelwa unokonakala; luvuswa lungenakonakala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kukwanjalo ke nakuvuko lwabafileyo. Njengokuba umzimba ungcwatywa unako ukonakala, uvuka ungasenakonakala.