1 Corinthians 15:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke kuba̔liwe ukuti: Owokuqala umntu u‐Adame waba ngumpefumlo obudla ubomi; owokugqibela u‐Adame waba ngumoya obunika ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunjalo kubhaliwe kwathiwa, Owokuqala umntu uAdam waba ngumphefumlo odla ubomi; owokugqibela uAdam waba ngumoya odlisa ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokunjalo kubhaliwe kwathiwa, Owokuqala umntu uAdam waba ngumphefumlo odla ubomi; owokugqibela uAdam waba ngumoya odlisa ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba *iziBhalo zithi umntu wokuqala, uAdam, waba ngumntu odla ubomi, yena ke owokugqibela uAdam waba nguMoya odlisa ubomi.