1 Corinthians 15:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba wabonakala ku‐Kefasi, wandula wabonakala kwabalishumi linababini:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nokokuba wabonwa nguKefas, emva koko ngabalishumi elinababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokokuba wabonwa nguKefas, emva koko ngabalishumi elinababini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wabonakala kuPetros, wabonwa nangabo bonke abathunywa abalishumi elinambini.